IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • mwb24 Julayi iphe. 12
  • Agasti 12-18

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Agasti 12-18
  • Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela—Incwadi Yentlanganiso—2024
Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela—Incwadi Yentlanganiso—2024
mwb24 Julayi iphe. 12

AGASTI 12-18

INDUMISO 73-74

Ingoma 36 Nomthandazo | Amazwi Okuvula (umz. 1)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

1. Ngaba Siyabamonela Abantu Abangamkhonziyo UThixo?

(imiz. 10)

Sisenokuqalisa ukubamonela abo bangamkhonziyo uThixo (INd 73:​3-5; w20.12 19 ¶14)

Sinokubajonga ngendlela efanelekileyo abo bangamkhonziyo uYehova xa singazikhethi kodwa sikhonza kunye nabazalwana noodade (INd 73:17; IMi 18:1; w20.12 19 ¶15-16)

Abo bangamkhonziyo uThixo ‘basendaweni emtyibilizi’; kanti abo bamkhonzayo ‘baza kuzukiswa’ (INd 73:​18, 19, 24; w14 4/15 4 ¶5; w13 2/15 25-26 ¶3-5)

Intombi esakhulayo eliNgqina iba nomona njengoko ibukele abantwana efunda nabo bezincokolela kamnandi futhi bejonge nefowuni.

2. Ubuncwane ObuseBhayibhileni

(imiz. 10)

  • INd 74:​13, 14​—‘ILeviyatan’ ibhekisela kwintoni? (it-2-E 240)

  • Ziintoni ozithandileyo kufundo lweBhayibhile lwale veki?

3. Ufundo LweBhayibhile

(imiz. 4) INd 74:​1-23 (th isifundo 10)

YIKHUTHALELE INTSIMI

4. Ukuqalisa Incoko

(imiz. 3) UKUSHUMAYELA NGOKUNGACWANGCISWANGA. Khangela ithuba lokuxelela umntu omaziyo into osandokuyifunda kwiintlanganiso. (lmd isifundo 2 ingongoma 4)

5. Ukubuyela

(imiz. 4) UKUSHUMAYELA ESIDLANGALALENI. Cela isifundo seBhayibhile uze umbonise indlela esiqhutywa ngayo. (lmd isifundo 8 ingongoma 3)

6. Ukuthethelela Iinkolelo Zakho

(imiz. 5) Intetho. ijwbq 89​—Umxholo: Ngaba Zonke Iinkonzo Zilungile? (th isifundo 14)

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

Ingoma 72

7. Iimfuno Zebandla

(imiz. 15)

8. Isifundo SeBhayibhile Sebandla

(imiz. 30) bt isahl. 14 ¶1-6, nebhokisi ekwiphepha. 112

Amazwi Okuvala (imiz. 3) | Ingoma 98 Nomthandazo

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share