IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • mwb24 Septemba iphe. 8-9
  • Septemba 30–Oktobha 6

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Septemba 30–Oktobha 6
  • Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela—Incwadi Yentlanganiso—2024
Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela—Incwadi Yentlanganiso—2024
mwb24 Septemba iphe. 8-9

SEPTEMBA 30–OKTOBHA 6

INDUMISO 90-91

Ingoma 140 Nomthandazo | Amazwi Okuvula (umz. 1)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

1. Ukuze Uphile Ubomi Obude Thembela NgoYehova

(imiz. 10)

Thina njengabantu asinokwazi ukubenza bude ubomi bethu ngaphezu kwaleminyaka bekulindeleke ukuba siyiphile (INd 90:10; wp19.3 5 ¶3-5)

UYehova ukho ukususela “ngonaphakade ukusa ngonaphakade” (INd 90:2; wp19.1 5, ibhokisi)

UYehova unako ibe uza kubanika ubomi obungunaphakade bonke abo bathembela kuye (INd 21:4; 91:16)

Ebusuku ugqirha unika umzalwana oleli esibhedlele amaphepha nepeni.

Ungaze umoshe ubuhlobo bakho noYehova ngokwamkela unyango olungavumelaniyo nemithetho yakhe. ​—w22.06 18 ¶16-17.

2. Ubuncwane ObuseBhayibhileni

(imiz. 10)

  • INd 91:11​—Simele silujonge njani uncedo lweengelosi? (wp17.5 5)

  • Ziintoni ozithandileyo kufundo lweBhayibhile lwale veki?

3. Ufundo LweBhayibhile

(imiz. 4) INd 91:​1-16 (th isifundo 10)

YIKHUTHALELE INTSIMI

4. Ukuqalisa Incoko

(imiz. 3) UKUSHUMAYELA NGOKUNGACWANGCISWANGA. Ungakhange uthethe ngeBhayibhile yenza umntu oncokola naye akuchazele izinto anomdla kuzo okanye amaxhala anawo ukuze umxelele ngendlela iBhayibhile enokubenza bhetele ngayo ubomi bakhe. (lmd isifundo 1 ingongoma 3)

5. Ukuqalisa Incoko

(imiz. 4) UKUSHUMAYELA NGOKUNGACWANGCISWANGA. (lmd isifundo 1 ingongoma 4)

6. Intetho

(imiz. 5) lmd isihlomelo A ingongoma 5​—Umxholo: Ungaphila Ngonaphakade Emhlabeni. (th isifundo 14)

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

Ingoma 158

7. Wuxabise Umonde KaThixo​—Indlela UYehova Alijonga Ngayo Ixesha

(imiz. 5 ) Ingxubusho.

Dlala IVIDIYO. Uze ubuze lo mbuzo:

  • Ukuqonda indlela uYehova alijonga ngayo ixesha kunikusinceda njani thina ukuba sikulinde ngomonde ukuzaliseka kwezithembiso zakhe?

Abantu abakhwele intaba bajonge isibhakabhaka esigcwaliswe ziinkwenkwezi.

8. Ividiyo ethi Okufezwe Yintlangano kaSeptemba

(imiz. 10) Yidlale.

9. Isifundo SeBhayibhile Sebandla

(imiz. 30) bt isahl. 16 ¶1-5, nebhokisi ekwiphepha 128

Amazwi Okuvala (imiz. 3) | Ingoma 68 Nomthandazo

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share