AGASTI 4-10
IMIZEKELISO 25
Ingoma 154 Nomthandazo | Amazwi Okuvula (umz. 1)
UYesu ukwindlu awayekhonzela kuyo amaYuda eNazarete, ibe abantu bamangaliswe ngamazwi amnandi awayewathetha
1. Imigaqo Yobulumko Yendlela Yokuthetha
(imiz. 10)
Khetha ixesha elifanelekileyo lokuthetha (IMi 25:11; w15 12/15 19 ¶6-7)
Thetha ngendlela ebonisa ububele (IMi 25:15; w15 12/15 21 ¶15-16; jonga ongaphandle)
Thetha amazwi akhuthazayo (IMi 25:25; w95 4/1 17 ¶8)
2. Ubuncwane ObuseBhayibhileni
(imiz. 10)
IMi 25:28—Uthetha ukuthini lo mzekeliso? (it-2-E 399)
Ziintoni ozithandileyo kufundo lweBhayibhile lwale veki?
3. Ufundo LweBhayibhile
(imiz. 4) IMi 25:1-17 (th isifundo 10)
4. Ukuqalisa Incoko
(imiz. 3) UKUSHUMAYELA NGOKUNGACWANGCISWANGA. Qala incoko nomntu obonakala engonwabanga. (lmd isifundo 3 ingongoma 3)
5. Ukubuyela
(imiz. 4) KWINDLU NGENDLU. Umntu ukuxelela ukuba ukholelwa kakhulu kwiinkolelo zakhe. (lmd isifundo 8 ingongoma 4)
6. Intetho
(imiz. 5) ijwyp inqaku 23—Umxholo: Ndenze Ntoni Xa Ndihletywa? (th isifundo 13)
Ingoma 123
7. Iimfuno Zebandla
(imiz. 15)
8. Isifundo SeBhayibhile Sebandla
(imiz. 30) lfb isifundo 6, intshayelelo yecandelo 3 nesifundo 7