OKTOBHA 27–NOVEMBA 2
INTSHUMAYELI 11-12
Ingoma 155 Nomthandazo | Amazwi Okuvula (umz 1)
1. Yonwabela Ubomi Usempilweni
(imiz 10)
Ziphe ixesha lokonwabela ubushushu belanga nomoya waphandle ophololileyo (INt 11:7, 8; g 3/15 13 ¶6-7)
Kuphephe ukwenza izinto eziza kukhathaza ngonkweemvakelelo neziza kwenzakalisa emzimbeni (INt 11:10; w23.02 21 ¶6-7)
Eyona nto ibalulekileyo, khonza uYehova ngentliziyo yakho yonke (INt 12:13; w24.09 2 ¶2-3)
2. Ubuncwane ObuseBhayibhileni
(imiz 10)
INt 12:9, 10—Yintoni esinokuyifunda kwezi vesi ngamadoda ayesetyenziswa nguYehova xa ayebhala iBhayibhile? (it “Ukuphefumlelwa” 10)
Ziintoni ozithandileyo kufundo lweBhayibhile lwale veki?
3. Ufundo LweBhayibhile
(imiz 4) INt 12:1-14 (th isifundo 12)
4. Ukubuyela
(imiz 3) KWINDLU NGENDLU. (lmd isifundo 8 ingongoma 3)
5. Ukubuyela
(imiz 4) UKUSHUMAYELA NGOKUNGACWANGCISWANGA. Umntu obuthethe naye ebekuxelele ukuba usanda kuswelekelwa ngumntu amthandayo. (lmd isifundo 9 ingongoma 3)
6. Intetho
(imiz 5) lmd isihlomelo A ingongoma 13—Umxholo: UThixo Ufuna Ukusinceda. (th isifundo 20)
Ingoma 111
7. Iimfuno Zebandla
(imiz 15)
8. Isifundo SeBhayibhile Sebandla
(imiz 30) lfb isifundo 30-31