NOVEMBA 3-9
INGOMA YAZO IINGOMA 1-2
Ingoma 132 Nomthandazo | Amazwi Okuvula (umz. 1)
1. Ibali Lothando Lokwenene
(imiz. 10)
[Dlala IVIDIYO Intshayelelo YeNgoma Yazo Iingoma.]
USolomon wayemncoma qho umShulamikazi ngamazwi othando ibe emthembisa nokumpha izipho zexabiso (Ngo 1:9-11)
Uthando olungagungqiyo lomShulamikazi ngomalusi wakhe lwamnceda wahlala ethembekile kuye (Ngo 2:16, 17; w15 1/15 30 ¶9-10)
ICEBISO: Xa ufunda iNgoma Yazo Iingoma, sebenzisa indawo ethi “Izinto Ekuthethwa Ngazo” ekwiNguqulelo Yehlabathi Elitsha ukuze wazi ukuba kuthetha bani.
2. Ubuncwane ObuseBhayibhileni
(imiz. 10)
Ngo 2:7—Kutheni umShulamikazi engumzekelo omhle kumaKristu angatshatanga? (w15 1/15 31 ¶11)
Ziintoni ozithandileyo kufundo lweBhayibhile lwale veki?
3. Ufundo LweBhayibhile
(imiz. 4) Ngo 2:1-17 (th isifundo 12)
4. Ukuqalisa Incoko
(imiz. 3) KWINDLU NGENDLU. Thetha ngenye yeenyaniso ezikwisihlomelo A sencwadana ethi Bathande Abantu. (lmd isifundo 1 ingongoma 3)
5. Ukubuyela
(imiz. 4) KWINDLU NGENDLU. Thetha ngenye yeenyaniso ezikwisihlomelo A sencwadana ethi Bathande Abantu. (lmd isifundo 9 ingongoma 3)
6. Ukwenza Abafundi
Ingoma 46
7. “Umntu Othanda Ukupha Uza Kusikelelwa”
(imiz. 15) Ingxubusho. Mayinikelwe ngumdala.
Xa sisebenzisa ixesha lethu nezinto esinazo ekuncedeni abanye siye sifumane iintsikelelo. Xa sithetha inyani, lowo uncedwayo uye avuye aze ayijonge loo nto njengentsikelelo. Kodwa ke, nalowo uphayo uyasikelelwa. (IMi 22:9) Akapheleli nje ekufumaneni uvuyo kuba elinganisa uMdali kodwa uye athandwe nguYehova.—IMi 19:17; Yak 1:17.
Dlala IVIDIYO Ukupha Kuzisa Uvuyo. Uze ubuze le mibuzo:
Abazalwana noodade abakule vidiyo baye balufumana njani uvuyo lokuphiwa ngamanye amaKristu asemhlabeni wonke?
Aba bazalwana noodade baphayo baye balufumana njani uvuyo?
8. Isifundo SeBhayibhile Sebandla
(imiz. 30) lfb isifundo 32-33