IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • mwb25 Novemba iphe. 8
  • Novemba 24-30

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Novemba 24-30
  • Ubomi BamaKristu Nomsebenzi WokushuMeyela—Incwadi Yentlanganiso—2025
Ubomi BamaKristu Nomsebenzi WokushuMeyela—Incwadi Yentlanganiso—2025
mwb25 Novemba iphe. 8

NOVEMBA 24-30

ISAYA 1-2

Ingoma 44 Nomthandazo | Amazwi Okuvula (umz. 1)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

1. Ithemba Labo ‘Basindwa Ziziphoso’

(imiz. 10)

[Dlala IVIDIYO ethi Intshayelelo kaIsaya.]

Abantu bakaThixo ‘babesindwa ziziphoso’ (Isa 1:​4-6; ip-1 14 ¶8)

UYehova wayekulungele ukubaxolela ngokupheleleyo ukuba babenokuguquka (Isa 1:18; ip-1 28-29 ¶15-17)

Ilaphu elimhlophe lisecaleni kwelaphu elibomvu.

KHAWUCINGE NGALE NTO: Xa sicinga ukuba izono zethu zinkulu kakhulu ukuba zingaxolelwa, ukucinga ngendlela uYehova awayekulungele ngayo ukuxolela amaSirayeli kungasinceda njani sibe noxolo lwengqondo?

2. Ubuncwane ObuseBhayibhileni

(imiz. 10)

  • Isa 2:2​—Imela ntoni “intaba yendlu kaYehova”? (ip-1 39 ¶9)

  • Ziintoni ozithandileyo kufundo lweBhayibhile lwale veki?

3. Ufundo LweBhayibhile

(imiz. 4) Isa 2:​1-11 (th isifundo 11)

YIKHUTHALELE INTSIMI

4. Ukuqalisa Incoko

(imiz. 3) KWINDLU NGENDLU. Thetha ngenye yeenyaniso ezikwisihlomelo A sencwadana ethi Bathande Abantu. (lmd isifundo 3 ingongoma 3)

5. Ukubuyela

(imiz. 4) KWINDLU NGENDLU. Umninimzi ufuna nithethe ngento eyahlukileyo kuleyo benithethe ngayo kuqala. (lmd isifundo 7 ingongoma 4)

6. Intetho

(imiz. 5) ijwbq inqaku 96​—Umxholo: Yintoni Isono? (th isifundo 20)

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

Ingoma 38

7. Yiba Ngumhlobo KaYehova​—UYehova Uyaxolela

(imiz. 15) Ingxubusho.

Dlala IVIDIYO. Ukuba kunokwenzeka cela abantwana obakhethileyo beze eqongeni uze ubabuze ngezinto abazifundileyo kule vidiyo.

8. Isifundo SeBhayibhile Sebandla

(imiz. 30) lfb Isifundo 38, intshayelelo yecandelo 7, nesifundo 39

Amazwi Okuvala (imiz. 3) | Ingoma 89 Nomthandazo

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share