IMboniselo Efundwayo
OKTOBHA 2021
AMANQAKU AZA KUFUNDWA: NGODISEMBA 6, 2021–JANUWARI 2, 2022
© 2021 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
Le magazini ayithengiswa. Ibhalelwe ukufundisa abantu iBhayibhile ehlabathini lonke ibe ixhaswa ngeminikelo. Ukuba ufuna ukunikela, yiya ku-donate.jw.org.
Ngaphandle kokuba kuboniswe ngenye indlela, iZibhalo ezikule magazini zithathwe kwiZibhalo Ezingcwele ZeNguqulelo Yehlabathi Elitsha.
UMFANEKISO ONGAPHANDLE:
UNowa washumayela iminyaka emininzi, kodwa kumkhombe wangena nomfazi wakhe, oonyana bakhe nabafazi babo. Sekunjalo, wamthobela uThixo, wawugqiba wonke umsebenzi awayethe makawenze! (Jonga inqaku elifundwayo 43, isiqendu 11)