IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • w23 Januwari iphe. 1-32
  • Efundwayo

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Efundwayo
  • IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova (Efundwayo)—2023
IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova (Efundwayo)—2023
w23 Januwari iphe. 1-32
IMboniselo Efundwayo, Januwari 2023.

Efundwayo

JANUWARI 2023

AMANQAKU AZA KUFUNDWA: FEBRUWARI 27–APRILI 2, 2023

© 2022 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania

UMXHOLO WONYAKA KA-2023:

“Lonke ilizwi lakho liyinyaniso.”​—INDU. 119:160.

Le magazini ayithengiswa. Ibhalelwe ukufundisa abantu iBhayibhile ehlabathini lonke ibe ixhaswa ngeminikelo. Ukuba ufuna ukunikela, yiya kwiwebhsayithi ethi donate.jw.org.

Ngaphandle kokuba kuboniswe ngenye indlela, iZibhalo ezikule magazini zithathwe kwiZibhalo Ezingcwele ZeNguqulelo Yehlabathi Elitsha.

UMFANEKISO ONGAPHANDLE:

Abantu ababeqeqeshelwe ukukhuphela iZibhalo ZesiHebhere babesenza zonke iindlela zokuba baqiniseke ukuba iikopi abazibhalayo zeLizwi LikaThixo zichanile (Jonga inqaku elifundwayo 1, isiqendu 5)

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share