EYOKUQALA KA-SAMUWELI
IZINTO EKUTHETHWA NGAZO
1
UElikana nabafazi bakhe (1-8)
UHana ongenabantwana uthandazela ukuba nonyana (9-18)
Kuzalwa uSamuweli aze anikwe uYehova (19-28)
2
3
4
5
6
7
ITyeya eKiriyati-yarim (1)
USamuweli uthi ebantwini: ‘Khonzani uYehova kuphela’ (2-6)
AmaSirayeli ayoyisa eMizpa (7-14)
USamuweli uba yijaji kwaSirayeli (15-17)
8
AmaSirayeli afuna ukumkani (1-9)
USamuweli ulumkisa abantu (10-18)
UYehova uyavuma ukuba bafumane ukumkani (19-22)
9
10
11
12
13
USawule ukhetha umkhosi (1-4)
USawule uyazigqatsa (5-9)
USamuweli ululeka uSawule (10-14)
AmaSirayeli awanazixhobo zokulwa (15-23)
14
UYonatan uyoyisa eMikimashe (1-14)
UThixo ubangela ukuba iintshaba zamaSirayeli zixabelane (15-23)
USawule ufunga ngokungxama (24-46)
Iimfazwe zikaSawule; intsapho yakhe (47-52)
15
USawule akathobeli kuba akambulali uAgagi (1-9)
USamuweli ululeka uSawule (10-23)
USawule uyalahlwa njengokumkani (24-29)
USamuweli ubulala uAgagi (30-35)
16
USamuweli uthambisa uDavide ukuba abe ngukumkani olandelayo (1-13)
Umoya kaThixo uyasuswa kuSawule (14-17)
UDavide udlalela uSawule uhadi (18-23)
17
18
Ubuhlobo bukaDavide noYonatan (1-4)
Ukoyisa kukaDavide kwenza uSawule abe nomona (5-9)
USawule uzama ukubulala uDavide (10-19)
UDavide utshata intombi kaSawule uMikali (20-30)
19
20
21
22
UDavide eAdulam naseMizpe (1-5)
USawule uthi makubulawe ababingeleli baseNobhi (6-19)
UAbhiyatare uyabhungca (20-23)
23
UDavide usindisa isixeko saseKeyila (1-12)
USawule uleqa uDavide (13-15)
UYonatan womeleza uDavide (16-18)
UDavide usinda kancinci kuSawule (19-29)
24
25
USamuweli uyafa (1)
UNabhali ugxotha amadoda kaDavide (2-13)
UAbhigali wenza ngobulumko (14-35)
UNabhali ongenangqondo ubethwa nguYehova (36-38)
UAbhigali uba ngumfazi kaDavide (39-44)
26
27
28
29
30
31