OBHADIYA IZINTO EKUTHETHWA NGAZO UEdom onekratshi uza kuthotywa (1-9) UEdom ukhohlakalela uYakobi (10-14) Imini kaYehova iza kufikela zonke iintlanga (15, 16) Indlu kaYakobi iza kubuyiselwa (17-21) UEdom uza kutshiswa nguYakobi (18) Ubukumkani buza kuba bobukaYehova (21)