ROMA
IZINTO EKUTHETHWA NGAZO
1
Imibuliso (1-7)
UPawulos ufuna ukuya eRoma (8-15)
Umntu olilungisa uza kuphila ngenxa yokuba nokholo (16, 17)
Abantu abangamthobeliyo uThixo abanakuthetheleleka (18-32)
2
Indlela uThixo awagweba ngayo amaYuda namaGrike (1-16)
AmaYuda noMthetho (17-24)
Ukoluka entliziyweni (25-29)
3
“UThixo uhlala ethetha inyaniso” (1-8)
AmaYuda namaGrike onke alawulwa sisono (9-20)
Ukuba ngamalungisa ngenxa yokholo (21-31)
4
5
6
Ubomi obutsha ngenxa yokubhaptizelwa kuKristu (1-11)
Sanukusivumela isono silawule kwimizimba yenu (12-14)
Sasikade singamakhoboka esono, ngoku singakaThixo (15-23)
7
8
Umoya oyingcwele usinika ubomi nenkululeko (1-11)
Umoya oyingcwele usenza siqiniseke (12-17)
Indalo ilinde inkululeko yabantwana bakaThixo (18-25)
‘Sicelelwa ngumoya oyingcwele’ (26, 27)
UThixo wabakhetha kwasekuqaleni (28-30)
Soyisa ngenxa yokuba uThixo uyasithanda (31-39)
9
UPawulos ukhathazwa ngamaSirayeli emvelo (1-5)
Eyona nzala ka-Abraham (6-13)
UThixo unegunya lokukhetha (14-26)
Bambalwa abaza kusindiswa (27-29)
AmaSirayeli ayakhubeka (30-33)
10
11
AmaSirayeli awalahlwanga ngokupheleleyo (1-16)
Umzekelo womthi weminquma (17-32)
Ubulumko bukaThixo abunakulinganiswa nanto (33-36)
12
Nikelani ngemizimba yenu ibe yimibingelelo ephilayo (1, 2)
Iziphiwo ezahluka-hlukeneyo kodwa umzimba mnye (3-8)
Amacebiso okuphila njengomKristu (9-21)
13
Ukuthobela amagunya (1-7)
Uthando lwenza uMthetho uzaliseke (8-10)
Masiziphathe kakuhle ngokungathi kusemini (11-14)
14
15
Yamkelanani njengoKristu (1-13)
UPawulos unceda abantu beentlanga (14-21)
Iindawo aceba ukuya kuzo uPawulos (22-33)
16
UPawulos wazisa uFibhi (1, 2)
Ubulisa amaKristu aseRoma (3-16)
Kulunyukiswa ngezinto eziqhekeza ibandla (17-20)
Abantu abasebenza noPawulos bayabulisa (21-24)
Ngoku iyaziwa imfihlelo engcwele (25-27)