1 TIMOTI
IZINTO EKUTHETHWA NGAZO
1
Imibuliso (1, 2)
Kulumkiswa ngabafundisi bobuxoki (3-11)
UPawulos wenzelwa ububele yiNkosi (12-16)
UKumkani kanaphakade (17)
‘Yilwa imfazwe yobulungisa’ (18-20)
2
3
Izinto ezenza umntu akufanelekele ukuba ngumdala (1-7)
Izinto ezenza umntu akufanelekele ukuba sisicaka solungiselelo (8-13)
Imfihlelo engcwele yokuzinikela kuThixo (14-16)
4
Kulumkiswa ngeemfundiso zeedemon (1-5)
Indlela yokumsebenzela kakuhle uKristu (6-10)
Zigade izinto ozifundisayo (11-16)
5
Indlela yokuphatha abantu abatsha nabadala (1, 2)
Kukhathalelwa abahlolokazi (3-16)
Banikeni imbeko abadala abasebenza nzima (17-25)
6
Amakhoboka amele azithobele iinkosi zawo (1, 2)
Abafundisi bobuxoki nokuthanda imali (3-10)
Imiyalelo eya kumntu kaThixo (11-16)
Ukwenza izinto ezininzi ezintle (17-19)
Yikhusele into oyiphathisiweyo (20, 21)