2 YOHANE IZINTO EKUTHETHWA NGAZO Imibuliso (1-3) Hlalani nihamba enyanisweni (4-6) Balumkeleni abalahlekisi (7-11) Sanukumbulisa (10, 11) Uceba ukuya kubo, imibuliso (12, 13)