Ubuya Kuphendula Uthini?
KWENZEKA PHI OKU?
1. Oku kwenzeka kwisiphi isixeko?
Phendula le mibuzo ngokwenza isangqa emaphini.
ETarso
Kwa-Antiyokwe (yaseSiriya)
EDamasko
EYerusalem
◆ Ngubani lo usengobozini?
․․․․․
◆ Ubaleka ntoni kwesi sixeko?
․․․․․
◼ Ukwenzela Incoko: Ufanele ubaleke nini xa kukho ingxaki? Ngaba amaKristu amele abaleke ngalo lonke ixesha kukho ingxaki? Kutheni uphendula ngaloo ndlela?
KWENZEKA NINI OKU?
Zoba umgca osuka kumfanekiso oya kunyaka ochanileyo.
1513 B.C.E. 1512 1473 1450 468 455
NDINGUBANI?
5. Ndandingumthungi weempahla; amagama am omabini athetha “Ibhadi,” yaye ndavuswa ekufeni.
NDINGUBANI?
6. Ndandihlala ngaselwandle yaye ngenye imini ndafikelwa lundwendwe olwaziwayo olwaluthanda ukuloba. Sasinamagama afanayo.
KULE NKUPHO
Phendula le mibuzo, uze uchaze indinyana (ii) zeBhayibhile ezingachazwanga.
Iphepha 8 Indoda ifanele imphathe njani umfazi wayo? (Kolose 3:․․․)
Iphepha 8 Yiyiphi eyona ndlela yokusingatha iingxaki zomtshato? (1 Petros 4:․․․)
Iphepha 15 Ngaba uThixo uhlala kwindawo ethile? (1 Kumkani 8:․․․)
Iphepha 25 Unokulifumana phi elona cebiso lililo lokukhetha umsebenzi? (IMizekeliso 3:․․․)
Bantwana Khangelani Le Mifanekiso
Ngaba unokuyifumana le mifanekiso kweli phephancwadi? Ngamazwi akho, chaza into eyenzekayo kumfanekiso ngamnye.
(Iimpendulo kwiphepha 13)
IIMPENDULO ZEPHEPHA 31
1. EDamasko.—IZenzo 9:19, 25.
◆ USawule, kamva owaziwa ngokuba nguPawulos.—IZenzo 9:17-19.
◆ AmaYuda ayefuna ukumbulala ngenxa yokunikela kwakhe ubungqina.—IZenzo 9:22-24.
2. 1450 B.C.E.
3. 1513 B.C.E.
4. 468 B.C.E.
5. UTabhitha, okanye uDorkas.—IZenzo 9:36-41.
6. USimon, umsuki wesikhumba.—IZenzo 10:5, 6.