Ubuya Kuphendula Uthini?
KWENZEKE PHI OKU?
1. Senzeka kweyiphi intaba esi siganeko?
Yenza isangqa kwimpendulo yakho emaphini.
INtaba IHermon
INtaba IKarmele
INtaba IGerizim
INtaba YeMoriya
◆ Sisiphi isakhiwo esakhiwa kamva kule ntaba?
․․․․․
◆ Kwakutheni ukuze uAbraham azame ukubingelela ngoIsake?
․․․․․
◆ Ngaba uIsake wayengumntwana ngelo xesha?
․․․․․
◼ Ukwenzela Incoko: Kutheni ucinga ukuba uIsake wavuma ukuba uyise anikele ngaye? UYesu ufana njani noIsake?
KWENZEKA NINI OKU?
Krwela umgca osuka kukumkani oya kunyaka awaqalisa ngawo ukulawula.
1037 B.C.E. 977 936 716 659 607
NDINGUBANI?
5. Ndathinjwa eBhabhiloni kodwa ndabuyela eYerusalem, apho ndagqibezela khona ukulawula njengokumkani.
NDINGUBANI?
6. Ndabhala inxalenye ethile yeBhayibhile eBhabhiloni xa amaRoma ayelawula iYerusalem.
KULE NKUPHO
Phendula le mibuzo, uze uchaze indinyana (ii) yeBhayibhile engachazwanga.
Iphepha 4 Nguwuphi umahluko okhoyo phakathi kweentlekele zemvelo nomgwebo kaThixo njengokuba uchaziwe eBhayibhileni? (Genesis 18:․․․)
Iphepha 5 Ngaba kuphosakele ukubuza ukuba kutheni uThixo evumele ukubandezeleka? (Habhakuki 1:․․․)
Iphepha 19 Ukuba ulwa nomkhwa wokuphulula amaphambili, kutheni ungamele uzihlab’ amadlala xa uvukwa likakade? (INdumiso 103:․․․)
Iphepha 28-9 Kutheni sifanele silusabe uhenyuzo?(1 Korinte 6:․․․)
Bantwana Khangelani Le Mifanekiso
Ngaba unokuyifumana le mifanekiso kweli phephancwadi? Ngamazwi akho chaza into eyenzekayo kumfanekiso ngamnye.
(Iimpendulo zikwiphepha 14)
IIMPENDULO ZEPHEPHA 31
1. KwiNtaba yeMoriya.
◆ Itempile kaSolomon.
◆ Wayethobela umyalelo kaYehova.
◆ Akunjalo
2. Ngowe-1037 B.C.E.
3. Ngowama-659 B.C.E.
4. Ngowama-936 B.C.E.
5. NdinguManase.
6. NdinguPetros.