IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • g 1/07 iphe. 26-31
  • Ubuya Kuphendula Uthini?

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Ubuya Kuphendula Uthini?
  • Vukani!—2007
  • Imixholwana
  • Amanqaku Afanayo
  • CHAZA UMZEKELISO
  • KWENZEKA NINI OKU?
  • NDINGUBANI?
  • NDINGUBANI?
  • KULE NKUPHO
  • Bantwana Khangelani Le Mifanekiso
  • IIMPENDULO ZEPHEPHA 31
  • Ubuya Kuphendula Uthini?
    Vukani!—2007
  • Ubuya Kuphendula Uthini
    Vukani!—2007
  • Ubuya Kuphendula Uthini?
    Vukani!—2007
  • Ubuya Kuphendula Uthini?
    Vukani!—2007
Khangela Okunye
Vukani!—2007
g 1/07 iphe. 26-31

Ubuya Kuphendula Uthini?

CHAZA UMZEKELISO

1. Kumzekeliso kaYesu okuMateyu 18:23-35, ikhoboka lifuna ukumkani alenzele ntoni?

․․․․․

2. Ikhoboka lokuqala liliphatha njani ikhoboka lalo?

․․․․․

3. Kutheni ukumkani ecatshukiswa likhoboka lokuqala?

․․․․․

◼ Ukwenzela Incoko: Ugqibele nini ukuxolela umntu? Wayekwenze ntoni? Kwakutheni ukuze umxolele?

KWENZEKA NINI OKU?

Chaza igama lombhali okanye ababhali bezi ncwadi zeBhayibhile zingezantsi uze ukrwele umgca osuka kwincwadi oya kunyaka eyagqitywa ngayo.

Ngowe-1657 B.C.E.

Ngowe-1513 B.C.E. Malunga nowe-1100 B.C.E. Malunga nowama-56 C.E. Malunga nowama-61 C.E.

4. Genesis

5. ABagwebi

6. IZenzo

NDINGUBANI?

7. Amawele endawazalayo aba ziintlanga ezimbini.

NDINGUBANI?

8. Amaqashiso akazange abonise ukuba ndifanele ndibe ngumpostile.

KULE NKUPHO

Phendula le mibuzo, uze uchaze indinyana (ii) yeBhayibhile engachazwanga.

Iphepha 3 Ziziphi iingxaki zempilo eziza kushenxiswa kungekudala? (Isaya 35:․․․)

Iphepha 11 Kutheni ukholelwa ukuba abantu basenokuba yimiqabaqaba? (Luka 18:․․․)

Iphepha 20 Wawungakanani umkhombe kaNowa? (Genesis 6:․․․)

Iphepha 30 Yintoni ofanele uyiphephe yaye sisiphi isimo sengqondo ofanele usihlakulele ngaphambi kokuba utshate? (Efese 4:․․․)

Bantwana Khangelani Le Mifanekiso

Ngaba unokuyifumana le mifanekiso kweli phephancwadi? Ngamazwi akho chaza into eyenzekayo kumfanekiso ngamnye.

(Iimpendulo zikwiphepha 26)

IIMPENDULO ZEPHEPHA 31

1. Abe nenceba malunga netyala lalo.

2. Laliphosa entolongweni.

3. Ngenxa yokuba eli khoboka alizange libonise nceba.

4. NguMoses, ngowe-1513 B.C.E.

5. NguSamuweli, malunga nowe-1100 B.C.E.

6. NguLuka, malunga nowe-61 C.E.

7. NdinguRebheka.—Genesis 25:21-23.

8. NdinguBharsabhas.—IZenzo 1:23-26.

[Inkcazelo Ngomfanekiso okwiphepha 31]

Isangqa esisembindini: Scott Bauer/Agricultural Research Service, USDA

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share