Ubuya Kuphendula Uthini?
Yintoni Engachananga Kulo Mfanekiso?
Chaza izinto ezintathu kulo mfanekiso ezingahambisaniyo nengxelo ekwiGenesis 7:1-9, 13-16, 23; 8:15-19.
1. ․․․․․
2. ․․․․․
INKCAZELO ENOKUKUNCEDA: Thelekisa iLevitikus 11:3 neDuteronomi 14:4.
3. ․․․․․
INKCAZELO ENOKUKUNCEDA: Thelekisa iDuteronomi 14:7-19.
UKWENZELA INCOKO:
UNowa wancedwa njani ngoonyana noomolokazana bakhe? Unokubaxelisa njani abantwana bakaNowa?
Kule Nkupho
Phendula le mibuzo, uze ufakele iindinyana zeBhayibhile.
IPHEPHA 6 Yintoni angasokuze ayifumane umntu othanda imali? INtshumayeli 5:․․․
IPHEPHA 9 Ngoobani abanoyolo? Mateyu 5:․․․
IPHEPHA 18 Xa umntu ethandaza yintoni angafanele ayenze? Mateyu 6:․․․
IPHEPHA 28 Yintoni esifanele siyenze ngezinto ezisixhalabisayo? 1 Petros 5:․․․
Bantwana Khangelani Le Mifanekiso
Ngaba ungakwazi ukuyibona le mifanekiso kweli phephancwadi? Chaza ngamazwi akho into eyenzekayo kumfanekiso ngamnye.
Ngubani Osisalamane SikaYesu Apha?
Khangela inkcazelo enokukunceda ufumane impendulo. Funda izibhalo. Emva koko bhala amagama achanileyo kwizikhewu ezingezantsi.
4. ․․․․․
INKCAZELO ENOKUKUNCEDA: Nangona ubawo wayengumzekelo ombi, njengokumkani ‘ndaqhubeka ndinamathele kuYehova.’
Funda eyesi-2 yooKumkani 18:1-6.
5. ․․․․․
INKCAZELO ENOKUKUNCEDA: Ndalisebenzisa kakubi igunya endandinalo ngokubulala abantu abaninzi abamsulwa.
Funda eyesi-2 yooKumkani 21:16.
6. ․․․․․
INKCAZELO ENOKUKUNCEDA: Ndalandela umzekelo ombi kabawo ndaza ndabulawa ngabakhonzi bam.
Funda eyesi-2 yooKumkani 21:19-23.
◼ Iimpendulo zifumaneka kwiphepha 22
IIMPENDULO ZEMIBUZO EKWIPHEPHA 31
1. Umkhombe wawungamanga okwenqanawa.
2. UNowa wafaka izilwanyana ezisixhenxe “ezihlambulukileyo” emkhombeni.
3. Kuhlobo ngalunye lwezilwanyana, uNowa wafaka zambini kuphela emkhombeni.
4. UHezekiya.—Mateyu 1:9.
5. UManase.—Mateyu 1:10.
6. UAmon.—Mateyu 1:10.