Iziqulatho
Agasti 2014
© 2014 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
INQAKU ELINGUMXHOLO
Abantu Bangaxolelana Njani?
IPHEPHA 3-6
10 “Qwalaselani Ngenyameko Iintaka”
FUNDA OKUNGAKUMBI
ABAFIKISAYO
Funda indlela iBhayibhile eyiphendula ngayo imibuzo emininzi, enjengale:
• “Ndingathetha Njani Nabazali Bam Ngemithetho Abandibekela Yona?”
• “Ngaba Sifanele Sahlukane?”
Bukela nevidiyo ethi Okuthethwa Ngoontanga Bakho—Ukuba Sempilweni.
(Funda phantsi komxholo othi IIMFUNDISO ZEBHAYIBHILE > ABAFIKISAYO)
ABANTWANA
Funda amabali eBhayibhile anemifanekiso. Nceda abantwana bakho babazi kakuhle abantu ekuthethwa ngabo eBhayibhileni baze baziphathe kakuhle.
(Funda phantsi komxholo othi IIMFUNDISO ZEBHAYIBHILE > ABANTWANA)