IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • g21 No. 1 iphe. 16
  • Ngaba Ungathanda Ukufunda Nezinye Izinto?

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Ngaba Ungathanda Ukufunda Nezinye Izinto?
  • Vukani!—2021
  • Amanqaku Afanayo
  • Ubulumko Bokwenene Butsho Ngesikhalo Esikhulu
    IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova (Efundwayo)—2022
  • “Intliziyo Ezolileyo Ibubomi Emzimbeni”
    Vukani!—2020
  • Ngaba “Ubulumko Obuvela Phezulu” Buyasebenza Ebomini Bakho?
    Sondela KuYehova
  • “Unoyolo Umntu Ofumene Ubulumko”
    IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova—2001
Khangela Okunye
Vukani!—2021
g21 No. 1 iphe. 16

Ngaba Ungathanda Ukufunda Nezinye Izinto?

Kudlala ividiyo yeBhayibhile efundisayo kwifowuni.

Enye indoda esisilumko yabhala yathi: “Ubulumko yeyona nto ibalulekileyo, ngoko funa ubulumko, ibe ngaphezu kwazo zonke ezinye izinto ozifunayo, funa ukuqonda.” (IMizekeliso 4:7) UMdali wethu usinceda sibe nobulumko size sikwazi nokwenza izigqibo ezilungileyo ukuze sonwabe.

Ukuba ungathanda ukufunda okungakumbi ngobulumko asinika bona obuse Bhayibhileni yiya ku-www.pr2711.com/xh. Xa ungene kuyo uza kufumana  . . .

  • IBHAYIBHILE

  • IIVIDIYO

  • OOPOPAYI

  • IINCOKO

  • NAMANYE AMANQAKU

Zifumaneka mahala ibe zinceda abantu abasebatsha, abantu abadala nabasuka kwiindawo ezahlukeneyo.

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share