IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • g22 No. 1 iphe. 3
  • Ihlabathi Eligcwele Ububi—Unokumelana Njani Nalo?

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Ihlabathi Eligcwele Ububi—Unokumelana Njani Nalo?
  • Vukani!—2022
  • Amanqaku Afanayo
  • Kulo Vukani!
    Vukani!—2022
  • Xa Kusehla Iintlekele
    Vukani!—2014
  • Umxholo Wencoko
    Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—1991
  • Iziqulatho
    Vukani!—2022
Khangela Okunye
Vukani!—2022
g22 No. 1 iphe. 3
Umfazi oxhalabileyo ujonge kwifowuni yakhe. Ubona imifanekiso yetoyi-toyi, iintleke zemvelo, umama onestres obambe umntwana wakhe, iiseli zeKhorona negumbi lolala lasesibhedlele.

Ihlabathi Eligcwele Ububi​—Unokumelana Njani Nalo?

Ngaba kunzima ngoku ebomini bakho kunangaphambili ngenxa yeengxaki ezikhoyo emhlabeni? Ngaba ezi zinto zilandelayo ziyenzeka apho uhlala khona?

  • iimfazwe

  • izifo ezingubhubhani

  • iintlekele ezenzwa yindalo

  • indlala

  • ucalucalulo

  • ukwaphulwa komthetho okuhamba nobundlobongela

Xa kusenzeka into ebuhlungu, abantu abehlelwe yiloo nto baye bothuke baze baphelelwe lithemba. Ngenxa yentlekele, abanye abantu baye bothuke baze bangabi nazo iimvakalelo. Ngoko xa sehlelwe yintlekele, ukothuka kade nokungabi nazimvakalelo kwenza izinto zibe mbi kakhulu.

Xa kuye kwenzeka into embi, kubalulekile ukuba wenze okuthile ukuze ukhusele abo ubathandayo, impilo yakho, imali yakho nezinto onazo kunye nolonwabo lwakho.

Ungenza ntoni ngoku ukuze uyinciphise indlela obukuchaphazela ngayo ububi beli hlabathi?

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share