FUNDA OKUNGAKUMBI
Ku-jw.org/xh, khangela indawo ethi “Umsebenzi Nemali.” Kwindawo enalo mxholo uza kufumana amanqaku amaninzi aphandisisiweyo naye anceda abantu abaninzi abaye bawafunda bakwazi ukumelana namaxesha anzima. Nanga amanye ala manqaku:
“Indlela Yokuphila Ngemali Encinci”
“Ukuphila Ngezinto Onazo—Ungakwazi Njani?”
“Ihlabathi Eligcwele Ububi—Khusela Imali Yakho Nezinto Onazo”