IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • jd iphe. 138
  • Yilindele Ngovuyo Imini KaYehova

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Yilindele Ngovuyo Imini KaYehova
  • Hlala Uyikhumbula Imini KaYehova
  • Amanqaku Afanayo
  • ‘Hlala Uyilindile’
    Hlala Uyikhumbula Imini KaYehova
  • “Mazingawi Izandla Zakho”
    IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova—1996
  • “Hlalani Nindilindile”
    IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova—1996
  • Incwadi YeBhayibhile 36—Zefaniya
    “Sonke ISibhalo Siphefumlelwe NguThixo Kwaye Siyingenelo”
Khangela Okunye
Hlala Uyikhumbula Imini KaYehova
jd iphe. 138

Icandelo 4

Yilindele Ngovuyo Imini KaYehova

UYehova wasebenzisa abaprofeti bakhe ukuba basilumkise ngoko kuza kwenzeka—ukufika kwemini yomsindo wakhe. Kodwa asifanele simgqale njengoThixo onomsindo. ‘Uyagcoba ememelela ngoyolo’ ngenxa yabantu bakhe. Ngoxa silindele imini yakhe enkulu, sinesizathu esihle ‘sokuba nemihlali, sigcobe ngentliziyo yethu yonke.’ (Zefaniya 3:14, 17) Unokubonisa njani ngezenzo zakho nangesimo sakho sengqondo ukuba uvakalelwa ngaloo ndlela? Yaye kutheni umele ube nombulelo ngoko ukufundayo kwiincwadi ezili-12 zesiprofeto?

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share