IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • yp2 iphe. 134
  • Umzekelo Wokuxeliswa—AmaHebhere Amathathu

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Umzekelo Wokuxeliswa—AmaHebhere Amathathu
  • Imibuzo Yabantu Abaselula—Iimpendulo Eziluncedo, Umqulu 2
  • Amanqaku Afanayo
  • Bayavavanywa—Kodwa Bafunyaniswa Benyanisekile KuYehova!
    Nikela Ingqalelo Kwisiprofeto SikaDaniyeli
  • UYehova Uyaluvuza Ukholo Nenkalipho
    IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova—1988
  • Imibuzo Evela Kubafundi
    IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova—2001
  • Incwadi KaDaniyeli Kunye Nawe
    Nikela Ingqalelo Kwisiprofeto SikaDaniyeli
Khangela Okunye
Imibuzo Yabantu Abaselula—Iimpendulo Eziluncedo, Umqulu 2
yp2 iphe. 134

Umzekelo Wokuxeliswa—AmaHebhere Amathathu

UHananiya, uMishayeli noAzariya bemi kwithafa laseDura kufuphi naseBhabhiloni. Wonk’ umntu uqubuda kumfanekiso omkhulu. Nakuba begculelwa ngoontanga yaye betyityinjiselwa umnwe ngukumkani, aba bafana bema beqinile. Baxelela uNebhukadenetsare ngentlonelo kodwa ngokungqalileyo ukuba isigqibo sabo sokukhonza uYehova asinakuguqulwa.—Daniyeli 1:6; 3:17, 18.

Aba bafana babeselula kakhulu ukuthinjelwa kwabo eBhabhiloni. Bathembeka beselula kuba abazange bavume ukutya izinto ezazalelwe nguMthetho kaThixo, yaye oko kwabanceda ukuba bakwazi ukujamelana nezilingo ezaziza kulandela ebomini. (Daniyeli 1:6-20) Babesazi ukuba ukuthobela uYehova likhondo lobulumko. Ngaba nawe ukulungele ukunamathela kwimilinganiselo kaThixo xa uphantsi kwengcinezelo yoontanga? Ukuba ufunda ukuthobela uYehova ngoxa uselula kwizinto ezinokubonakala zingenamsebenzi, unokukwazi ukuthembeka naxa ujamelene neemvavanyo ezingakumbi ebomini.—IMizekeliso 3:5, 6; Luka 16:10.

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share