IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • sn ingo. 47
  • Vakalisa Iindaba Ezilungileyo

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Vakalisa Iindaba Ezilungileyo
  • Culela UYehova
  • Amanqaku Afanayo
  • Shumayela Iindaba Ezilungileyo
    ‘Culela UYehova Ngovuyo’
  • Vakalisani Iindaba Ezilungileyo Ezingunaphakade
    Mvumeleni Iindumiso UYehova—Iculo Elincinane
  • Ngabakho Yehova
    ‘Culela UYehova Ngovuyo’
  • Isizathu Sokuba Simele Silazi IGama LikaThixo
    Igama LikaThixo Eliya Kuhlala Ngonaphakade
Khangela Okunye
Culela UYehova
sn ingo. 47

Ingoma 47

Vakalisa Iindaba Ezilungileyo

Printed Edition

(ISityhilelo 14:6, 7)

1. Inyaniso ngoBukumkani neMbewu

Yayikade ifihliwe eluntwini.

UYehova ngenceba yakhe nothando,

Waluvela uluntu olunesono.

Wamisela uNyana njengomlawuli

WoBukumkani bakhe basemazulwini.

Walungiselel’ uNyana umtshakazi,

Umhlambi omncinane okhethiweyo.

2. UYehova ufuna ukuba sonke

Sazise bonke abantu ngezi ndaba.

Iingelosi zakhe ziyasithelela,

Ziyasinceda ekushumayeleni.

Sinelungelo elikhethekileyo

Lokungcwalisa igama likaYehova.

Sizimisele ukuzivakalisa

Ngenkuthalo iindab’ ezilungileyo.

(Bona nezi: Marko 4:11; IZe. 5:31; 1 Kor. 2:1, 7.)

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share