IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • ll inxa. 2 iphe. 6-7
  • Ngubani UThixo Oyinyaniso?

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Ngubani UThixo Oyinyaniso?
  • Phulaphula UThixo Uze Uphile Ngonaphakade
  • Amanqaku Afanayo
  • Icandelo 2
    Mamela UThixo
  • Imibuzo YeBhayibhile Iyaphendulwa
    IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova 2013
  • Imimoya Asingobantu Abakhe Baphila Emhlabeni Baza Bafa
    Imimoya Yabafileyo—Imimoya Yabafileyo Ngaba Inokukunceda Okanye Inokukwenzakalisa? Ngaba Ikho Ngokwenene?
  • Ngubani UThixo?
    Isifundisa Ntoni IBhayibhile?
Khangela Okunye
Phulaphula UThixo Uze Uphile Ngonaphakade
ll inxa. 2 iphe. 6-7

ICANDELO 2

Ngubani UThixo Oyinyaniso?

Esetroneni yakhe emazulwini, uYehova ujonge izidalwa zakhe ezisemazulwini nezisemhlabeni

Mnye kuphela uThixo oyinyaniso, igama lakhe nguYehova. (INdumiso 83:18) UnguMoya; asinakumbona. Uyasithanda yaye ufuna nathi simthande. Ufuna ukuba sibathande nabanye abantu. (Mateyu 22:35-40) UnguMongami, uMdali wazo zonke izinto.

Izibulo lendalo kaThixo lalingumntu wokomoya onamandla, kamva owabizwa ngokuba nguYesu Kristu. UYehova wadala neengelosi.

UYehova wadala yonke into esemazulwini . . . nesemhlabeni. ISityhilelo 4:11

UYehova uThixo wadala iinkwenkwezi, kwakunye nomhlaba nayo yonke into ekuwo.​—Genesis 1:1

Umntu wokuqala uAdam, wambumba ngothuli lomhlaba.​—Genesis 2:7.

  • Kutheni sifanele sizukise uYehova?​—Isaya 42:5.

  • Ziziphi ezinye iimpawu anazo?​—Eksodus 34:6.

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share