NgeCawa
“ZIGCINENI KUTHANDO LUKATHIXO”—YUDE 21
KUSASA
9:20 Ividiyo Yomculo
9:30 Ingoma 106 Nomthandazo
9:40 UNGCELELE: Lunje Ke Uthando
Lunomonde Yaye Lunobubele (1 Korinte 13:4)
Alunamona; Aluqhayisi (1 Korinte 13:4)
Alukhukhumali; Aluziphathi Ngokungandilisekanga (1 Korinte 13:4, 5)
Alufuni Ezalo Izilangazelelo; Alucaphuki (1 Korinte 13:5)
Alunanzondo; Alubi Nemihlali Ngentswela-bulungisa (1 Korinte 13:5, 6)
Luvuyisana Nenyaniso; Luthwala Izinto Zonke (1 Korinte 13:6, 7)
Lukholelwa Izinto Zonke; Luthemba Izinto Zonke (1 Korinte 13:7)
Lunyamezela Izinto Zonke; Uthando Aluze Lutshitshe (1 Korinte 13:7, 8)
11:10 Ingoma 150 Nezaziso
11:20 INTETHO YESIDLANGALALA: Basekhona Abantu Abathandana Nyhani—Baphi? (Yohane 13:34, 35)
11:50 Ushwankathelo LweMboniselo
12:20 Ingoma 1 Nekhefu
EMVA KWEMINI
1:35 Ividiyo Yomculo
1:45 Ingoma 124
1:50 IMUVI: Ibali LikaYosiya: Thanda UYehova; Zicaphukele Izinto Ezimbi—Isiqendu II (2 Kumkani 22:3-20; 23:1-25; 2 Kronike 34:3-33; 35:1-19)
2:20 Ingoma: “Ndenze Ndibe Nesibindi” Nezaziso
2:30 ‘Qwalasela Izenzo ZikaYehova Zothando’ (INdumiso 107:43; Efese 5:1, 2)
3:30 Ingoma Yokuvala Nomthandazo