IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • CA-brpgm20 iphe. 4
  • Mamela Iimpendulo Zale Mibuzo

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Mamela Iimpendulo Zale Mibuzo
  • Ucwangciso LweNdibano Yesiphaluka Ka-2019-2020—Kunye Nommeli Wesebe
  • Amanqaku Afanayo
  • Mamela Iimpendulo Zale Mibuzo
    Ucwangciso Lwendibano Yesiphaluka Ka-2019-2020​—Kunye Nomveleli Wesiphaluka
  • Fumana Iimpendulo Zale Mibuzo
    Ucwangciso Lwendibano Yesiphaluka Ka-2022-2023​—Kunye Nomveleli Wesiphaluka
  • Mamela Iimpendulo Zale Mibuzo
    Ucwangciso Lwendibano Yesiphaluka Ka-2020-2021​—Kunye Nomveleli Wesiphaluka
  • Fumana Iimpendulo Zale Mibuzo
    Ucwangciso LweNdibano Yesiphaluka Ka-2023-2024—Kunye Nommeli Wesebe
Khangela Okunye
Ucwangciso LweNdibano Yesiphaluka Ka-2019-2020—Kunye Nommeli Wesebe
CA-brpgm20 iphe. 4

Mamela Iimpendulo Zale Mibuzo:

  1. Singambonisa njani uThixo ukuba siyamthanda? (Dut. 13:3, 4; 1 Yoh. 5:3)

  2. Kutheni simele sibathande abazalwana noodade? (1 Yoh. 4:11, 20, 21)

  3. Singababonisa njani abantu ukuba siyabathanda? (Lev. 19:18; Efe. 5:29)

  4. Singabanalo njani uthando njengoYehova? (1 Pet. 4:8; Kol. 3:13)

  5. Singamkhonza njani uYehova ngendlela ayifunayo? (INdu. 104:33; 146:2, 5)

  6. Kuthetha ukuthini ukukhonza uYehova ngentliziyo yonke? (Eks. 34:14; Amosi 5:15; Roma 12:11)

© 2019 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share