Umsebenzi Owenziwe Ngo-2020
Amasebe AmaNgqina KaYehova: 87
Inani Lamazwe Anikela Ingxelo: 240
Inani Lamabandla: 120 387
Ababekho ESikhumbuzweni Ehlabathini Lonke: 17 844 773
Abatyileyo ESikhumbuzweni Ehlabathini Lonke: 21 182
Elona Nani Beliphezulu Labavakalisia: 8 695 808
Abavakalisi Abashumayele Nyanga Nganye: 8 424 185
Ipesenti Yolwando Ngo-2019: -0.6
Inani Labantu Ababhaptiziweyob: 241 994
Umlinganiselo Woovulindlela Nyanga Nganyec: 1 299 619
Umlinganiselo Woovulindlela Abangabancedani Nyanga Nganye: 338 568
Iiyure Ezichithwe Entsimini: 1 669 901 531
Umlinganiselo Wezifundo ZeBhayibhile Nyanga Nganyed: 7 705 765
Kunyaka wenkonzo ka-2020,e amaNgqina KaYehova asebenzise imali engaphezu kwe-R3 502 387 350 ukuze ahoye oovulindlela abakhethekileyo, abathunywa bevangeli nabaveleli abajikelezayo. Emhlabeni wonke, bayi-20 994 abantu abasebenza kwiiofisi zamasebe zamaNgqina KaYehova. Bonke baliQela LamaNgqina KaYehova Akwinkonzo Ekhethekileyo Yexesha Elizeleyo Ehlabathini Lonke.
a Umvakalisi ngumntu oncokola nabantu ngeBhayibhile, okanye oshumayela ngeendaba ezilungileyo ezingoBukumkani BukaThixo. (Mateyu 24:14) Siyazi njani ukuba mangaphi amaNgqina KaYehova? Impendulo ifumaneka kwiwebhsayithi yethu i-jw.org/xh phantsi komxholo othi “Mangaphi AmaNgqina KaYehova Asehlabathini Lonke?”
b Ukuze ufunde ngezinye izinto ekufuneka umntu azenze ukuze abhaptizwe aze abe liNgqina LikaYehova, funda inqaku eliku-jw.org/xh elithi “Ndingalilo Njani INgqina LikaYehova?”
c Uvulindlela liNgqina LikaYehova elibhaptiziweyo elishumayela iindaba ezilungileyo kangangeeyure elizibekelweyo qho ngenyanga.
d Ukuze ufunde ezinye izinto, jonga inqaku eliku-jw.org/xh elithi “Kuthetha Ukuthini Ukufundelwa IBhayibhile?”
e Unyaka wenkonzo ka-2020 uqale ngoSeptemba 1, 2019, waphela ngoAgasti 31, 2020.