“Ziphatheni Ngendlela Ezifaneleyo Iindaba Ezilungileyo”
Kusasa
9:40 Umculo
9:50 Ingoma 35 Nomthandazo
10:00 Zikutshintsha Njani Iindaba Ezilungileyo?
10:15 Ungcelele: Indlela Ezabanceda Ngayo Iindaba Ezilungileyo
• UStefano
• UFilipu
• UAkwila NoPrisila
• UTito
11:05 Ingoma 76 Nezaziso
11:15 Qhubekani Nisenza “Izinto Ezibonisa Ukuba Nizinikele KuThixo”
11:35 Intetho Yobhaptizo: Qhubeka ‘Uzithobela Iindaba Ezilungileyo’
12:05 Ingoma 37
Emva Kwemini
1:20 Umculo
1:30 Ingoma 56 Nomthandazo
1:35 Intetho Yesidlangalala: Kutheni Ukholelwa Le Nto Uyikholelwayo?
2:05 Ushwankathelo LweMboniselo
2:35 Ingoma 24 Nezaziso
2:45 Ungcelele: “Sibonisa . . . Ukuba Singabakhonzi BakaThixo”
• Ngokunyamezela
• Ngokuba Nobubele
• Ngokuba Nenyani
3:30 Uqeqeshwa Njani?
4:00 Ingoma 29 Nomthandazo