IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • wp17 No. 5 iphe. 16
  • Ithini IBhayibhile?

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Ithini IBhayibhile?
  • IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova (Kawonke-wonke)—2017
  • Imixholwana
  • Amanqaku Afanayo
  • Ngaba abantu bangakwazi ukuba noxolo lwengqondo ngoku?
  • Uxolo Lokwenyaniso—Luvela Kuwuphi Umthombo?
    IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova—1997
  • Ngaba Unokulufumana Uxolo Kweli Hlabathi Lineengxaki?
    IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova—2009
  • Ngubani Oya Kukhokelela Uluntu Eluxolweni?
    IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova—1990
  • “Uxolo LukaThixo” Maluyilondoloze Intliziyo Yakho
    IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova—1991
Khangela Okunye
IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova (Kawonke-wonke)—2017
wp17 No. 5 iphe. 16
Izixhobo zemfazwe ziyapheliswa

Zonke izixhobo zemfazwe ziza kuzipheliswa

Ithini Ibhayibhile?

Ngaba lungaze lubekho uxolo emhlabeni?

Ubuya kuthini?

  • Ewe

  • Hayi

  • Mhlawumbi

Oko kuthethwa yiBhayibhile

Xa kulawula uYesu Kristu, kuya kubakho ‘ubuninzi boxolo ide ingabi sabakho inyanga’​—okuthetha ukuba ngonaphakade.​—INdumiso 72:7.

Enye into esiyifunda eBhayibhileni

  • Abantu abenza izinto ezimbi baza kususwa emhlabeni, baze abalungileyo bakwazi ukuzonwabisa “ngokugqibeleleyo ngobuninzi boxolo.”​—INdumiso 37:10, 11.

  • UThixo uza kuziphelisa zithi tu iimfazwe.—INdumiso 46:8, 9.

Ngaba abantu bangakwazi ukuba noxolo lwengqondo ngoku?

Abanye abantu bathi . . .

Soze abantu babe noxolo lwengqondo kusekho izinto ezibuhlungu kangaka nokungabikho kobulungisa emhlabeni. Wena uthini?

Oko kuthethwa yiBhayibhile

Nangoku, abo basondela kuThixo banganalo “uxolo lukaThixo olungaphaya kokuqonda.”​—Filipi 4:6, 7.

Enye into esinokuyifunda eBhayibhileni

  • UThixo uthembisa ukuba uza kuziphelisa zonke izinto ezimbi nokungabikho kobulungisa, ‘zonke izinto uza kuzenza ntsha.’​—ISityhilelo 21:4, 5.

  • Singanalo uxolo lwengqondo ngokuhoya izinto ezakha ukholo lwethu.​—Mateyu 5:3.

Ukuze ufumane okungakumbi, funda isahluko 3 sale ncwadi ethi Yintoni Ngokwenene Efundiswa YiBhayibhile?, epapashwe ngamaNgqina KaYehova

Iyafumaneka naku-www.pr2711.com/xh

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share