Iintlanganiso Zenkonzo Yasentsimini
Septemba 2-8: Umbona njani umntu onomdla wokwenene
(a) Xa usebenza kwindlu ngendlu?
(b) Xa usenza umsebenzi wasesitratweni wamaphephancwadi?
Septemba 9-15: Xa ucela isifundo seBhayibhile sekhaya (rsXO iphe. 11), uya kulisebenzisa njani
(a) Iphecana?
(b) Incwadi Unokuphila Ngonaphakade?
Septemba 16-22: Yintoni oya kuyinikela
(a) Xa umntu engabonakalisi mdla wokwenene?
(b) Kumntu obonakala exakekile?
Septemba 23-29: Ukuqhelisela
(a) Kukuncede njani wena ngokobuqu?
(b) Yiyiphi eyona nto ikwenza kube luncedo?
(c) Ngawaphi amaxesha afanelekileyo okuqhelisela?