IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • km 2/12 iphe. 4
  • Iintshayelelo Onokuzisebenzisa

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Iintshayelelo Onokuzisebenzisa
  • Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—2012
  • Amanqaku Afanayo
  • Iintshayelelo Zamaphephancwadi
    Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—2011
  • Iintshumayelo
    Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—2011
  • Iintshayelelo Onokuzisebenzisa
    Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—2012
  • Iintshayelelo Ezicetyiswayo
    Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—2011
Khangela Okunye
Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—2012
km 2/12 iphe. 4

Iintshayelelo Onokuzisebenzisa

Ukuze Uqalise Izifundo ZeBhayibhile KuMgqibelo Wokuqala NgoMatshi

“Abantu abaninzi bayakubhiyozela ukuzalwa kukaYesu, kodwa ngaba kubalulekile ukukhumbula ukufa kwakhe?” Mlinde aphendule. Emva koko mnike iMboniselo kaMatshi 1 nize nincokole ngoko kubhalwe phantsi komxholwana wokuqala kwiphepha 16, nifunde okungenani isibhalo sibe sinye. Lungiselela ukubuyela ukuze nixubushe umbuzo olandelayo.

IMboniselo Matshi 1

“Kukho iicawa zeemvaba ngeemvaba ezineenkolelo ezingafaniyo. Ucinga ukuba wonke umntu ozibiza ngokuba ngumKristu unguye ngokwenene? [Mlinde aphendule.] UYesu wathi olu lolunye lweempawu abonakala ngazo amaKristu okwenene. [Funda uYohane 13:34, 35.] Eli phephancwadi lichaza izinto ezintlanu ezathethwa nguYesu ezisinceda sibone abalandeli bakhe bokwenene.”

Vukani! Matshi

“Sincokola nabamelwane bethu ngomkhwa ongathandekiyo. Kubonakala ngathi abantu namhlanje basoloko benomsindo yaye bayakhawuleza ukucaphuka. Ucinga ukuba ibangelwa yintoni le nto? [Mlinde aphendule.] Khawuve ukuba ithini iBhayibhile ngokuba nomsindo. [Funda iNdumiso 37:8.] Eli phephancwadi lichaza ezinye zezinto ezibangela ukuba abantu namhlanje basoloko benomsindo nendlela esinokuwulawula ngayo umsindo wethu.”

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share