UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO | EZRA 1-5
UYehova Uyazigcina Izithembiso Zakhe
Printed Edition
UYehova wathembisa ukubuyisela unqulo lokwenyaniso kwitempile eseYerusalem. Kodwa emva kokubuya kwabathinjwa eBhabhiloni, zazininzi izinto ezazingumqobo, ibe ziquka umyalelo kakumkani othintela ulwakhiwo. Abaninzi babenoloyiko lokuba lo umsebenzi wawungazi kugqitywa.
Malunga no-537 B.C.E.
UKoreshi wagunyazisa ukuba kuphinde kwakhiwe itempile
-
Inyanga yesixhenxe
Isibingelelo siyalungiswa; kwenziwa imibingelelo
-
Ngo-536 B.C.E.
Kwabekwa isiseko
-
Ngo-522 B.C.E.
UKumkani uArtashashta wamisa ulwakhiwo
-
Ngo-520 B.C.E.
UZekariya noHagayi bakhuthaza abantu ukuba baphinde baqhubeke besakha
-
Ngo-515 B.C.E.
Itempile iyagqitywa