UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO | INDUMISO 69-73
Abantu BakaYehova Banenzondelelo Ngonqulo Lokwenene
Inzondelelo yethu ngonqulo lokwenene ifanele ibonakale ngokucacileyo
Ubomi bakhe bonke, uDavide wayenenzondelelo ngoYehova
UDavide wayengabunyamezeli nabuphi na ubutshaba okanye ukugculelwa kwegama likaYehova
Abantu abadala banokulunceda ulutsha ukuba lube nenzondelelo
Umbhali wale ndumiso, mhlawumbi uDavide, wayenomnqweno wokukhuthaza isizukulwana esilandelayo
Abazali namaKristu anamava anokuqeqesha ulutsha