UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO | INDUMISO 92–101
Ukuchuma Ngokomoya Ebudaleni
Uhlobo oluthile lomthi wesundu lunokuphila iminyaka engaphezu kwe-100 kodwa lukwazi ukuvelisa isiqhamo
Abantu abadala bathwala isiqhamo somoya . . .
ngokuthandazela abanye
ngokufundisisa iBhayibhile
ngokubakho rhoqo kwiintlanganiso zebandla baze babe nenxaxheba kuzo
ngokubalisela abanye ngamava abanawo
ngokuzibhokoxa ekushumayeleni