IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • mwb16 Septemba iphe. 6
  • “Mkhulu UYehova Yaye Ngowokudunyiswa Kakhulu”

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • “Mkhulu UYehova Yaye Ngowokudunyiswa Kakhulu”
  • Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela—Incwadi Yeentlanganiso (2016)
  • Amanqaku Afanayo
  • Ubukhulu BukaYehova Abuphengululeki
    IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova—2004
  • UYehova Ukufanele Ukudunyiswa Ngonaphakade
    IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova—1990
  • UYehova Unothando Olunyanisekileyo Olubalaseleyo
    IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova—2004
  • Libonge Igama Elingcwele LikaYehova!
    IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova—1990
Khangela Okunye
Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela—Incwadi Yeentlanganiso (2016)
mwb16 Septemba iphe. 6

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO | INDUMISO 142-150

“Mkhulu UYehova Yaye Ngowokudunyiswa Kakhulu”

145:1-5

Isibhakabhaka esigcwele iinkwenkwezi

UDavide wathi akuqonda ukuba ubukhulu bukaYehova abunakulinganiswa nanto, wamdumisa ubomi bakhe bonke

145:10-12

NjengoDavide, abakhonzi bakaYehova abanyanisekileyo bancokola ngamandla akhe amakhulu

Intsapho eyayiphila ngamaxesha okubhalwa kweBhayibhile ibukele isibhakabhaka esigcwele iinkwenkwezi

145:14

Umntu ucela uncedo

UDavide wayeqinisekile ukuba uYehova uyafuna kwaye uyakwazi ukubanyamekela abakhonzi bakhe

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share