IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • mwb16 Oktobha iphe. 8
  • Ngaba Uyalisebenzisa Ikhadi Le-JW.ORG?

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Ngaba Uyalisebenzisa Ikhadi Le-JW.ORG?
  • Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela—Incwadi Yeentlanganiso (2016)
  • Amanqaku Afanayo
  • Amakhadi Okuthenga Ngetyala—Ngaba Aya Kukunceda Okanye Aya Kukwenza Ikhoboka?
    Vukani!—1997
  • Ngaba Ndifanele Ndibe Nekhadi Lokuthenga Ngetyala?
    Vukani!—2000
  • Sebenzisa Iphepha Lokuqala Eliku-JW.ORG Xa Ushumayela
    Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela—Incwadi Yentlanganiso—2023
  • Amalungiselelo Okusinceda Sizikhwebule Egazini
    Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—2004
Khangela Okunye
Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela—Incwadi Yeentlanganiso (2016)
mwb16 Oktobha iphe. 8

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

Ngaba Uyalisebenzisa Ikhadi Le-JW.ORG?

INgqina likaYehova linika umntu ikhadi le-jw.org

Ekubeni imbandezelo enkulu isondele, umsebenzi wokushumayela ungxamisekile. (IMi 24:11, 12, 20) Ukuze sincede abantu bazi ngeLizwi likaThixo okanye iwebhsayithi yethu, sinokusebenzisa amakhadi e-jw.org. Eli khadi linekhowudi ekusa kwividiyo ethi Kutheni Ufanele Ufunde IBhayibhile? nesicelo sokufumana inkcazelo engakumbi okanye isifundo seBhayibhile. Abanye abantu basenokungafuni ukuthatha iincwadi zethu kodwa bavume ukungena kwiwebhsayithi yethu. Sukoyika ukubanika ikhadi le-jw.org. Kodwa ke, ungalishiyi eli khadi kubantu abangenamdla.

Njengoko usenza izinto zakho zemihla ngemihla, unokuqalisa incoko ngokuthi: “Ndicela ukukunika eli khadi. Lithetha ngewebhsayithi enenkcazelo yasimahla neevidiyo ezithetha ngezinto ezahlukahlukeneyo.” (Yoh 4:7) Kuba la makhadi enziwe aba mancinane, unokusoloko uhamba nambalwa ukuze uwanike abantu nanini na ithuba livela.

NIKA ABANTU AMAKHADI E-JW.ORG . . . 

  • xa ushumayela ngokungacwangciswanga

  • xa ushumayela kumashishini

  • xa umntu ekumamele kodwa engafuni ukuthatha incwadi

Ikhadi le-jw.org lineBhayibhile evuliweyo
Ikhadi le-jw.org lineNgqina likaYehova eliqhubela intsapho isifundo seBhayibhile
Ngasemva kwikhadi le-jw.org

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share