IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • mwb17 Februwari iphe. 8
  • Nceda Abantwana Bakho Babe Nokholo Olungagungqiyo KuMdali

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Nceda Abantwana Bakho Babe Nokholo Olungagungqiyo KuMdali
  • Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela—Incwadi Yentlanganiso—2017
  • Amanqaku Afanayo
  • Cingisisa Ngobungqina Obukhoyo
    Vukani!—2021
  • Ezinye Izinto Ezinganceda Usapho
    Vukani!—2018
  • Luyafumaneka Uncedo
    Vukani!—2020
  • Bakwazi Ukuyeka Ukuba Nomkhethe
    Vukani!—2020
Khangela Okunye
Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela—Incwadi Yentlanganiso—2017
mwb17 Februwari iphe. 8

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

Nceda Abantwana Bakho Babe Nokholo Olungagungqiyo KuMdali

Indalo izukisa uYehova. (Nd 19:1-4; 139:14) Noko ke, ihlabathi likaMtyholi likhuthaza iimfundiso ezingamhloneliyo uThixo njengomdali. (Rom 1:18-25) Ungenza njani ukuze ezo ngcinga zingendeli ezingqondweni nasezintliziyweni zabantwana bakho? Bancede besebancinane ukuba babenokholo lokuba uYehova ukho ibe ukhathalele ngamnye kubo. (2Ko 10:4, 5; Efe 6:16) Zama ukuqonda ukuba bacinga ntoni ngezinto abazifundiswa esikolweni, uze usebenzise izixhobo onazo ukuze ufikelele iintliziyo zabo.—IMi 20:5; Yak 1:19.

Utata ufundisa abantwana bakhe ngendalo; kufundiswa ukuzivelela kwezinto eklasini; Oko Kuthethwa Ngoontanga Bakho​—⁠Ukukholelwa KuThixo

BUKELA IVIDIYO ETHI: OKO KUTHETHWA NGOONTANGA BAKHO—UKUKHOLELWA KUTHIXO, UZE UBUZE LE MIBUZO:

  • Bubuphi ubuxoki obuqhelekileyo ngokukholelwa kuThixo?

  • Kufundiswa ntoni esikolweni sakho?

  • Yintoni ekwenza uqiniseke ukuba uYehova ukho?

  • Unokumnceda njani omnye umntu aqonde ukuba nguThixo odale zonke izinto?

EZINYE IZIXHOBO EZIKHOYO:

• Amanqaku akuJW.ORG/XH athi, “Izinto Endizifunde EBhayibhileni” (Abaneminyaka eyi-3 nangaphantsi)

• Ividiyo ethi, Yiba Ngumhlobo KaYehova—“UYehova . . . Wadala Zonke Izinto”

• Amanqaku akuVukani! athi, “Ngaba Yadalwa?”

• Iphepha onokubhala kulo elikuJW.ORG/XH elithi, “Kutheni Ndikholelwa KuThixo?”

• Amanqaku akuJW.ORG/XH athi, “Ngaba Izinto Zadalwa Okanye Zazivelela?” (iinxalenye ezine)

• Iividiyo ezikwiJelo Losasazo LamaNgqina kaYehova ezithi, “Iimbono Ngemvelaphi Yobomi”

• Ividiyo ethi, The Wonders of Creation Reveal God’s Glory

• Incwadana ethi, Ngaba Izinto Eziphilayo Zadalwa?

• Incwadi ethi, Is There a Creator Who Cares About You?

Incwadana ethi, The Origin of Life—Five Questions Worth Asking

The Origin of Life—Five Questions Worth Asking

Le ncwadana yenzelwe ukunceda ulutsha olungamaNgqina olufundiswa ukuba izinto zazivelela esikolweni. Isenokunikwa nabo bafuna ubungqina obungakumbi bokuba ukho uMdali.

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share