INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
UYehova Akalulibali Uthando Lwenu
BUKELA IVIDIYO ETHI, UYEHOVA AKALULIBALI UTHANDO LWENU, UZE UPHENDULE LE MIBUZO ILANDELAYO:
Ziziphi iingxaki ezibangelwa kukwaluphala?
Luluphi uphawu oluhle umntu owaluphelelyo adla ngokuba nalo?
Ukuba uyingwevu okanye ingwevukazi, ukhuthazwa njani yiLevitikus 19:32 neMizekeliso 16:31?
UYehova ubajonga njani abakhonzi bakhe abalupheleyo abangasakwaziyo ukwenza okungakumbi entsimini?
Yintoni uYehova afuna siyenze nakubeni sibadala?
Abantu abadala banokulukhuthaza njani ulutsha?
Kutshanje uye wakhuthazwa njani ngumzalwana okanye ngudade osele ekhulile?