IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • mwb17 Agasti iphe. 8
  • Hlakulela Iimpawu Ezimkholisayo UThixo​—Ukholo

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Hlakulela Iimpawu Ezimkholisayo UThixo​—Ukholo
  • Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela—Incwadi Yentlanganiso—2017
  • Amanqaku Afanayo
  • “Sinike Ukholo Olungakumbi”
    IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova—2015
  • Ukholo​—Lusinceda Somelele
    IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova (Efundwayo)—2019
  • Bonisa Ukuba Unokholo Kwizithembiso ZikaYehova
    IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova (Efundwayo)—2016
  • Ngaba Ngokwenene Unokholo Kwiindaba Ezilungileyo?
    IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova—2003
Khangela Okunye
Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela—Incwadi Yentlanganiso—2017
mwb17 Agasti iphe. 8

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

Hlakulela Iimpawu Ezimkholisayo UThixo​—Ukholo

ISIZATHU SOKUBA KUBALULEKILE:

  • Kufuneka sibe nokholo ukuze sikholise uThixo.​—Heb 11:6

  • Ukuba nokholo kwizithembiso zikaThixo kusinceda sinyamezele iimvavanyo.​—1Pe 1:6, 7

  • Ukungabi nalukholo kunokukhokelela kwisono.​—Heb 3:12, 13

INDLELA ONOKWENZA NGAYO:

  • Thandazela ukholo olungakumbi.​—Luk 11:9, 13; Gal 5:22

  • Funda iLizwi likaThixo uze ucamngce ngalo.​—Rom 10:17; 1Ti 4:15

  • Hlala uphakathi kwabantu abanokholo.​—Rom 1:11, 12

Isibini esitshatileyo sifunda ngeziprofeto zeBhayibhile ezingekamva elingekude

Ndinokulomeleza njani ukholo lwam nolwentsapho?

BUKELA IVIDIYO ETHI, SUKELA IZINTO EZIKWENZA UNAMATHELE KUYEHOVA​—UKHOLO, UZE UPHENDULE LE MIBUZO ILANDELAYO:

  • Yintoni ukholo “olungenaluhanahaniso”? (1Ti 1:5)

  • Ukuze sibe nokholo olomeleleyo, ziziphi izinto ezimbi esimele siziphephe?

  • Kutheni le nto ukholo luza kufuneka ebudeni bembandezelo enkulu? (Heb 10:39)

IMIZEKELO ESEBHAYIBHILENI ESINOKUCINGA NGAYO:

UAbraham wayenokholo kuYehova naxa kwakunzima.​—Heb 11:8-10, 17-19.

Zibuze, ‘Ndinokuluxelisa njani ukholo luka-Abraham?’

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share