UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO | MATEYU 6-7
Qhubekani Nifuna Kuqala UBukumkani
Kumthandazo ongumzekelo, uYesu wafundisa ukuba eyona nto kufuneka ize kuqala kuthi yinjongo kaYehova noBukumkani bakhe.
Igama likaThixo
UBukumkani bukaThixo
Ukuthanda kukaThixo
Isonka semihla ngemihla
Ukuxolelwa izono
Ukungangeni ekuhendweni
Ezinye izinto ezinento yokwenza noBukumkani endinokuzithandazela:
Ukuhambela phambili komsebenzi wokushumayela
Umoya oyingcwele kaThixo womeleze abo batshutshiswayo
UThixo asikelele umsebenzi wolwakhiwo okanye umsebenzi wokushumayela
Ubulumko bukaThixo namandla akhe ancede abo bakhokelayo
Ezinye izinto