Indibano ekhethekileyo eVienna, eAustria
Iincoko Onokuzisebenzisa
●○○ UTYELELO LOKUQALA
Umbuzo: Bamele benze ntoni abantu ukuze baqinise imitshato yabo?
ISibhalo: Efe 5:33
Umbuzo Wokubuyela: Bamele benze ntoni abazali ukuze bancede abantwana babo babe ngabantu abanokuthenjwa xa bebadala?
○●○ XA UBUYELA OKOKUQALA
Umbuzo: Bamele benze ntoni abazali ukuze bancede abantwana babo babe ngabantu abanokuthenjwa xa bebadala?
ISibhalo: IMi 22:6
Umbuzo Wokubuyela: Lumele lwenze ntoni ulutsha ukuze lungangeni engxakini?
○○● XA UBUYELA OKWESIBINI
Umbuzo: Lumele lwenze ntoni ulutsha ukuze lungangeni engxakini?
ISibhalo: IMi 4:5, 6
Umbuzo Wokubuyela: Singabufumana phi ubulumko obuza kusinceda yonke imihla?