IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • mwb18 Oktobha iphe. 6
  • ‘Aniyonxalenye Yehlabathi’

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • ‘Aniyonxalenye Yehlabathi’
  • Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela—Incwadi Yentlanganiso—2018
  • Amanqaku Afanayo
  • Khalipha!
    IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova—1993
  • Yohane 16:33—“Ndiloyisile Ihlabathi”
    Kucaciswa Iivesi ZeBhayibhile
  • “Yiba Nesibindi . . . Uze Uthabathe Inyathelo”
    IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova (Efundwayo)—2017
  • “Khangela! Ingonyama Yesizwe SikaYuda”
    ‘Yiba Ngumlandeli Wam’
Khangela Okunye
Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela—Incwadi Yentlanganiso—2018
mwb18 Oktobha iphe. 6
UYesu uthetha nabapostile bakhe abathembekileyo

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO | YOHANE 15-17

‘Aniyonxalenye Yehlabathi’

15:19, 21; 16:33

  • UYesu waloyisa ihlabathi ngokuba angafani nalo nangayiphi na indlela

  • Kwakuza kufuneka abafundi bakaYesu babe nesibindi ukuze bangangcoliswa ziindlela zokucinga nayimikhwa yabantu ababajikelezileyo

  • Ukucinga ngendlela uYesu awoloyisa ngalo ihlabathi kungasinceda nathi sibe nesibindi sokumxelisa

Zeziphi iimeko ezingasivavanya ukuba asiyonxalenye yehlabathi kusini na?

Zeziphi izinto ezifumaneka kumajelo osasazo ezinokwenza kube nzima ukuba singabi yinxalenye yehlabathi?

Umzalwana oselula akathathi nxaxheba kwimibhiyozo yokuthand’ izwe; umzalwana ushumayela koontanga bakhe; udade nomyeni wakhe bathetha nogqirha
    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share