UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO | 2 KORINTE 1–3
UYehova—“UThixo Wentuthuzelo Yonke”
Enye indlela asithuthuzela ngayo uYehova libandla. Singabathuthuzela njani abantu abasentlungwini?
Masibamamele singabaphazamisi xa bethetha
“Lilani kunye nabantu abalilayo.”—Rom 12:15
Singabathumelela ikhadi, i-imeyile okanye umyalezo.—w17.07 15, ibhokisi
Masibathandazele size sithandaze kunye nabo