IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • mwb19 Agasti iphe. 7
  • Yenza Yonk’ Into Ukuze Ungene Ekuphumleni KukaThixo

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Yenza Yonk’ Into Ukuze Ungene Ekuphumleni KukaThixo
  • Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela—Incwadi Yentlanganiso—2019
  • Amanqaku Afanayo
  • Kuyintoni Ukuphumla KukaThixo?
    IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova—2011
  • Imibuzo Evela Kubafundi
    IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova—2001
  • Ngaba Ungenile Ekuphumleni KukaThixo?
    IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova—2011
  • Ngaba Ungenile Ekuphumleni KukaThixo?
    IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova
Khangela Okunye
Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela—Incwadi Yentlanganiso—2019
mwb19 Agasti iphe. 7
Abantu ababini abatshatileyo babuka ukutshona kwelanga ibe abanye batya kunye eParadesi

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO | HEBHERE 4–6

Yenza Yonk’ Into Ukuze Ungene Ekuphumleni KukaThixo

4:11

Intlangano kaYehova iyasixelela oko uThixo akufunayo.Ukuze singene ekuphumleni kwakhe, simele senze izinto ezixhasa injongo yakhe. Khawuzibuze: ‘Ndiye ndithini xa ndilulekwa? Ndiye ndenze ntoni xa iSibhalo esithile siqondwa ngenye indlela engeyiyo le ndiyaziyo?’

Ziintoni ezenza kubenzima ukuba ndithobele?

Abazalwana ababini baluleka udade besebenzisa iBhayibhile; umzalwana wenza ufundisiso lobuqu aze abone indlela entsha esiqondwa ngayo iSibhalo asifundayo
    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share