IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • mwb19 Novemba iphe. 7
  • Uyehova Uthanda Umphi Ochwayitileyo

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Uyehova Uthanda Umphi Ochwayitileyo
  • Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela—Incwadi Yentlanganiso—2019
  • Amanqaku Afanayo
  • Ixabiso ‘Leesentana Ezimbini’
    Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela—Incwadi Yentlanganiso——2020
  • ‘Isipho Esinikelwa Ngesandla KuYehova’
    Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela—Incwadi Yentlanganiso—2018
  • Uxhaswa Njani Ngemali Umsebenzi WamaNgqina KaYehova?
    Imibuzo Abantu Abaqhele Ukuyibuza NgamaNgqina KaYehova
  • UYehova Uyabathanda Abantu Abapha Bechwayitile
    IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova—1992
Khangela Okunye
Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela—Incwadi Yentlanganiso—2019
mwb19 Novemba iphe. 7
Udade uphethe ifowuni

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

UYehova Uthanda Umphi Ochwayitileyo

Kweyesi-2 kwabaseKorinte 9:7, sixelelwa ukuba: “Ngamnye makenze kanye njengoko egqibile entliziyweni yakhe, kungekhona ngokukrokra okanye ngokunyanzelwa, kuba uThixo uthanda umphi ochwayitileyo.” Kule mihla, kukho iindlela ezilula zokunikela ngeintanethi ukuze umsebenzi owenziwa ngamaNgqina KaYehova ehlabathini lonke uhambele phambili.

BUKELA IVIDIYO ETHI, INDLELA YOKUNIKELA USEBENZISA I-INTANETHI UZE UPHENDULE LE MIBUZO:

  • Ifowuni netablethi sibonisa uJw.org

    Singangena njani kwi-intanethi ukuze sibone ukuba kwelethu ilizwe kunikelwa njani?

  • Abantu abatshatileyo bathetha ngendlela abaza kunikela ngayo

    Kubancede njani abanye ukunikela ngeintanethi?

  • Iindlela zokudawunlowuda

    Zeziphi ezinye iindlela esinokunikela ngazo?

  • Umzalwana osemtsha unceda osele ekhulile anikele ngeintanethi

    Singenza njani ukuba asiziqondi ezi ndlela zintsha zokunikela?

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share