UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO | ISITYHILELO 7–9
UYehova Usikelela Isihlwele Esikhulu Esingabalekiyo
Kutheni uYehova esisikelela isihlwele esikhulu?
“Simi phambi kwetrone [kaYehova],” loo nto ithetha ukuba siluxhasa ngokupheleleyo ulongamo lukaYehova
Sinxibe “imiwunduzo emhlophe,” loo nto ithetha ukuba simkhonza kakuhle uYehova kuba sinokholo kwintlawulelo kaKristu
Sinikela “inkonzo engcwele kuye imini nobusuku,” loo nto ithetha ukuba sikhonza uYehova ngokuzinikela nangokuthembeka
Yintoni endimele ndiyenze ukuze ndibe ngomnye wesihlwele esikhulu?