UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO | GENESIS 12-14
Isivumelwano Esikuncedayo
UYehova wenza isivumelwano noAbraham esanceda ukuba uYesu nabanye abantu bakwazi ukulawula ezulwini
Kubonakala ngathi esi sivumelwano saqalisa ukusebenza xa uAbraham wawela uMlambo UmEfrata esiya kwaKanan ngo-1943 B.C.E.
Esi sivumelwano siza kuqhubeka sisebenza de uMesiya atshabalalise zonke iintshaba zikaThixo aze asikelele zonke iintsapho ezisemhlabeni
UYehova wamsikelela uAbraham ngenxa yokholo lwakhe olomeleleyo. Ziintoni esiza kusikelelwa ngazo ngenxa yesivumelwano esenziwa noAbraham, ukuba sinokholo kwizithembiso zikaYehova?