IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • mwb20 Septemba iphe. 6
  • Nikela KuYehova

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Nikela KuYehova
  • Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela—Incwadi Yentlanganiso——2020
  • Amanqaku Afanayo
  • ISebe Lokwakha Nelenza Iiplani Ehlabathini Lonke
    Incwadi Yonyaka YamaNgqina KaYehova Ka-2015
  • Umsebenzi Wokwakha Uzukisa UYehova
    UBukumkani BukaThixo Buyalawula!
  • Le Yindawo Esinqulela Kuyo
    IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova—2015
  • Ngenxa Yolwando Olukhulu Kufuneka Izakhiwo Ezingakumbi Ngokukhawulezileyo
    IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova—2002
Khangela Okunye
Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela—Incwadi Yentlanganiso——2020
mwb20 Septemba iphe. 6
Umzalwana uyanikela.

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO | EKSODUS 29-30

Nikela KuYehova

30:11-16

Xa kwakusakhiwa intente engcwele, bonke abantu babevuya xa benikela ukuze uYehova akhonzwe kakuhle, nokuba banemali engakanani. Kule mihla singanikela njani kuYehova? Singanikela xa kusakhiwa iiHolo ZoBukumkani, iiHolo Zendibano, iiofisi zokuguqulela, iiBheteli nezinye iindawo ezenzelwe ukukhonza uYehova, okanye ukuze ezi zakhiwo zikwazi ukusetyenziswa.

Sifunda ntoni kwezi vesi ngokunikela ngemali ukuze uYehova akhonzwe kakuhle?

  • 1 Kro 29:5

  • Mar 12:43, 44

  • 1Ko 16:2

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share