IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • mwb20 Novemba iphe. 4
  • Nika UYehova Konke Onako

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Nika UYehova Konke Onako
  • Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela—Incwadi Yentlanganiso——2020
  • Amanqaku Afanayo
  • Mnike Konke Onako UYehova
    Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela—Incwadi Yentlanganiso—2017
  • “Ndiza Kuba Nawe Xa Uthetha”
    Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela—Incwadi Yentlanganiso——2020
  • Imibingelelo Yendumiso Ekholisa UYehova
    IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova—2000
  • Iziqulatho
    Vukani!—2022
Khangela Okunye
Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela—Incwadi Yentlanganiso——2020
mwb20 Novemba iphe. 4
Imifanekiso: UYehova wayesamkela iminikelo eyahlukahlukeneyo kumaSirayeli. 1. Umgubo ocoliweyo. 2. Amahobe. 3. Negusha eyayiziswa yintsapho kumbingeleli.

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO | LEVITIKUS 4-5

Nika UYehova Konke Onako

5:5-7, 11

KwaSirayeli, wonke umntu wayekwazi ukunikela nokuba wayesokola kangakanani na. Noyena mntu wayesokola kakhulu wayekwazi ukunikela ngako konke anako, ibe loo nto yayimvuyisa uYehova. Babekwazi ukunikela ngomgubo, kodwa uYehova wayelindele ukuba ibe ngumgubo “ocolekileyo,” lowo udla ngokusetyenziswa xa kukho iindwendwe ezibalulekileyo. (Gen 18:6) Nanamhlanje, uYehova uyavuya xa sinikela “umbingelelo wokumdumisa” nokuba iimeko zethu zinjani.​—Heb 13:15.

Ingakukhuthaza njani le nto ukuba awusakwazi kuzenza izinto ubuqhele ukuzenza, ngenxa yempilo okanye ukungabi namandla?

Imifanekiso: Oodade ababini banikela ‘umbingelelo wokudumisa’ kuYehova. 1. Udade okhonza kwintsimi yolunye ulwimi uthetha nomntu emarikeni. 2. Udade osele ekhulile ubhala iileta ekhayeni lakhe.
    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share